Eksodus 9:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa yona ingqolowa nehabile+ azibhuqwanga, kuba zazishiywe lixesha. INdumiso 105:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Zabudla bonke utyani elizweni labo;+Zasidla nesiqhamo somhlaba wabo. Yoweli 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Phambi kwaso umlilo uyaqwenga,+ nasemva kwaso idangatye liyadla.+ Ilizwe phambi kwaso linjengomyezo wase-Eden;+ kodwa emva kwaso yintlango ephanzileyo, yaye akukho nto isindileyo apho.
3 Phambi kwaso umlilo uyaqwenga,+ nasemva kwaso idangatye liyadla.+ Ilizwe phambi kwaso linjengomyezo wase-Eden;+ kodwa emva kwaso yintlango ephanzileyo, yaye akukho nto isindileyo apho.