IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 46:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokubhekele phaya, bayithabatha imihlambi yabo nempahla yabo ababeyiqwebile ezweni lakwaKanan.+ Ekugqibeleni bafika eYiputa, uYakobi nayo yonke inzala yakhe.

  • Genesis 50:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 nayo yonke indlu kaYosefu nabantakwabo nendlu kayise.+ Kwasala kuphela abantwana babo abancinane nemihlambi yabo yezimvu nemihlambi yabo yeenkomo ezweni laseGoshen.

  • Eksodus 10:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Nemfuyo yethu iza kuhamba nathi.+ Asinakuvuma ukuba kusale nophuphu olu, kuba sothabatha kuyo ukuze sinqule uYehova uThixo wethu,+ yaye asazi nathi ukuba somnqula ngantoni na uYehova de sifike khona.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share