Hebhere 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngokholo wayishiya iYiputa,+ kodwa engawoyiki umsindo wokumkani,+ kuba waqhubeka eqinile ngokungathi uyambona Lowo ungabonakaliyo.+
27 Ngokholo wayishiya iYiputa,+ kodwa engawoyiki umsindo wokumkani,+ kuba waqhubeka eqinile ngokungathi uyambona Lowo ungabonakaliyo.+