IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 ukuze unizisele inkoliseko+ umele ube liduna eliphilileyo+ lasemhlambini, nokuba leletakane legusha, nokuba lelebhokhwe.

  • Duteronomi 17:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Uze ungabingeleli kuYehova uThixo wakho inkunzi yenkomo okanye igusha enesiphene, nayo nantoni na embi; ngokuba oko ukucekisile uYehova uThixo wakho.+

  • Malaki 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Yaye uqalekisiwe lowo wenza ngobuqhokolo xa kukho iduna emhlambini wakhe, esenza isibhambathiso aze abingelele ngento eyonakeleyo kuYehova.+ Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.”+

  • Hebhere 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+

  • Hebhere 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?

  • 1 Petros 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share