13 Kodwa ukuba umntu ohlambulukileyo nongekho seluhambeni othe akakukhathalela ukulungiselela umbingelelo wepasika, loo mphefumlo umele unqunyulwe ungabikho phakathi kwabantu bakowawo,+ ngokuba awuwusondezanga umnikelo kaYehova ngexesha lawo elimisiweyo. Loo mntu wophendula+ ngesono sakhe.