IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wothi ke ayithabathe intaka ephilileyo nomsedare nomchako omfusa nehisope, azithi nkxu ndawonye nentaka ephilileyo egazini lentaka exhelelwe phezu kwamanzi aqukuqelayo.

  • INdumiso 51:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngamana ungandisulungekisa esonweni ngehisope, ukuze ndihlambuluke;+

      Ngamana ungandihlamba, ukuze ndibe mhlophe ngakumbi kunekhephu.+

  • Hebhere 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba xa yonke imiyalelo evumelana noMthetho yathethwa ngoMoses kubo bonke abantu,+ wathabatha igazi lamathole eenkomo aziinkunzi neleebhokhwe kunye namanzi noboya obungqombela nehisope+ waza wafefa incwadi ngokwayo nabo bonke abantu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share