IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba,+ ize emva koko iphume nempahla eninzi.+

  • Numeri 33:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 AmaYiputa wona ayengcwaba abo wabaxabelayo uYehova phakathi kwawo, oko kukuthi, onke amazibulo;+ nezithixo zawo uYehova wazigweba.+

  • INdumiso 78:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 Ekugqibeleni wawaxabela onke amazibulo eYiputa,+

      Ukuqala kwamandla abo okuvelisa inzala ezintenteni zikaHam.+

  • INdumiso 105:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Waza waxabela onke amazibulo kwilizwe labo,+

      Ukuqala kwamandla abo onke okuvelisa inzala.+

  • INdumiso 136:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 KuLowo uxabela iYiputa kumazibulo awo:+

      Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • Hebhere 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngokholo wabhiyozela ipasika+ nokutshizwa kwegazi,+ ukuze umtshabalalisi angabi nakuwachukumisa amazibulo abo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share