IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kwaye onke amazibulo+ ezweni laseYiputa amele afe, ukususela kwizibulo likaFaro ohleli etroneni yakhe kuse kwizibulo lesicakakazi esiselityeni lokuguba nezibulo ngalinye lesilo.+

  • Numeri 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba onke amazibulo ngawam.+ Mhla ndawaxabelayo onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela onke amazibulo kwaSirayeli ukususela emntwini kuse kwisilo.+ Aya kuba ngawam. NdinguYehova.”

  • INdumiso 135:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Lowo waxabela amazibulo aseYiputa,+

      Kokubini umntu nesilo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share