Eksodus 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nemfuyo yethu iza kuhamba nathi.+ Asinakuvuma ukuba kusale nophuphu olu, kuba sothabatha kuyo ukuze sinqule uYehova uThixo wethu,+ yaye asazi nathi ukuba somnqula ngantoni na uYehova de sifike khona.”+
26 Nemfuyo yethu iza kuhamba nathi.+ Asinakuvuma ukuba kusale nophuphu olu, kuba sothabatha kuyo ukuze sinqule uYehova uThixo wethu,+ yaye asazi nathi ukuba somnqula ngantoni na uYehova de sifike khona.”+