Genesis 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+ Eksodus 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Emva koko bathi abakhonzi bakaFaro kuye: “Koda kube nini na lo mntu enjengomgibe kuthi?+ Bandulule aba bantu baye kukhonza uYehova uThixo wabo. Akukazi nangoku na ukuba iYiputa sel’ itshabalele?”+ Numeri 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bathi oonyana bakaSirayeli kuMoses: “Makube ke siza kubhubha xa kunjalo, sitshabalale, nakanjani na siza kutshabalala sonke.+
3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+
7 Emva koko bathi abakhonzi bakaFaro kuye: “Koda kube nini na lo mntu enjengomgibe kuthi?+ Bandulule aba bantu baye kukhonza uYehova uThixo wabo. Akukazi nangoku na ukuba iYiputa sel’ itshabalele?”+
12 Bathi oonyana bakaSirayeli kuMoses: “Makube ke siza kubhubha xa kunjalo, sitshabalale, nakanjani na siza kutshabalala sonke.+