Genesis 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba,+ ize emva koko iphume nempahla eninzi.+ Eksodus 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndiya kusenza esi sizwana sikholeke emehlweni amaYiputa; kuze kuthi ngokuqinisekileyo xa nihamba, ningahambi nilambatha.+ Eksodus 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Thetha, ke ngoku, ezindlebeni zabantu, ukuba ndoda nganye icele kwiqabane layo, nomfazi ngamnye acele kwiqabane lakhe, impahla yesilivere nempahla yegolide.”+ INdumiso 105:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye wabakhupha benesilivere negolide;+Kwaye phakathi kwezizwe zakhe kwakungekho ukhubekayo.
21 Ndiya kusenza esi sizwana sikholeke emehlweni amaYiputa; kuze kuthi ngokuqinisekileyo xa nihamba, ningahambi nilambatha.+
2 Thetha, ke ngoku, ezindlebeni zabantu, ukuba ndoda nganye icele kwiqabane layo, nomfazi ngamnye acele kwiqabane lakhe, impahla yesilivere nempahla yegolide.”+