Genesis 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho.
12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho.