Eksodus 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Wodla amaqebengwana angenagwele+ imihla esixhenxe, kanye njengoko ndakuyalelayo, ngexesha elimisiweyo lenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma ngayo eYiputa. Yaye mabangabonakali belambatha phambi kwam.+ Eksodus 34:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Uya kudla amaqebengwana angenagwele, kanye njengoko ndakuyalelayo, iintsuku zibe sixhenxe ngexesha elimisiweyo, ngenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma eYiputa ngenyanga enguAbhibhi. Duteronomi 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Yigcine inyanga enguAbhibhi,+ ubhiyozele ipasika kuYehova uThixo wakho,+ ngokuba wakukhupha ngenyanga enguAbhibhi uYehova uThixo wakho eYiputa ebusuku.+
15 Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Wodla amaqebengwana angenagwele+ imihla esixhenxe, kanye njengoko ndakuyalelayo, ngexesha elimisiweyo lenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma ngayo eYiputa. Yaye mabangabonakali belambatha phambi kwam.+
18 “Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Uya kudla amaqebengwana angenagwele, kanye njengoko ndakuyalelayo, iintsuku zibe sixhenxe ngexesha elimisiweyo, ngenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma eYiputa ngenyanga enguAbhibhi.
16 “Yigcine inyanga enguAbhibhi,+ ubhiyozele ipasika kuYehova uThixo wakho,+ ngokuba wakukhupha ngenyanga enguAbhibhi uYehova uThixo wakho eYiputa ebusuku.+