IMizekeliso 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Onobuqili ubona intlekele azifihle,+ kodwa abangenamava bayadlula baze bafumane isohlwayo.+ Hebhere 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngokholo wayishiya iYiputa,+ kodwa engawoyiki umsindo wokumkani,+ kuba waqhubeka eqinile ngokungathi uyambona Lowo ungabonakaliyo.+
27 Ngokholo wayishiya iYiputa,+ kodwa engawoyiki umsindo wokumkani,+ kuba waqhubeka eqinile ngokungathi uyambona Lowo ungabonakaliyo.+