Eksodus 34:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke lona izibulo le-esile wolikhulula ngokulihlawulela ngemvu.+ Kodwa ukuba akuthanga ulihlawulele, wolaphula intamo. Bonke oonyana bakho bamazibulo uze ubakhulule ngokubahlawulela.+ Yaye mabangabonakali phambi kwam belambatha.+
20 Ke lona izibulo le-esile wolikhulula ngokulihlawulela ngemvu.+ Kodwa ukuba akuthanga ulihlawulele, wolaphula intamo. Bonke oonyana bakho bamazibulo uze ubakhulule ngokubahlawulela.+ Yaye mabangabonakali phambi kwam belambatha.+