Eksodus 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke uThixo wabajikelezisa abantu ngendlela yasentlango yoLwandle Olubomvu.+ Kodwa ke babexhotyiselwe idabi oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo bephuma ezweni laseYiputa.+ Numeri 33:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Banduluka e-Etham babuyela ngasePihahiroti,+ emelene neBhahali-tsefon;+ bamisa iinkampu phambi kweMigdoli.+
18 Ngoko ke uThixo wabajikelezisa abantu ngendlela yasentlango yoLwandle Olubomvu.+ Kodwa ke babexhotyiselwe idabi oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo bephuma ezweni laseYiputa.+
7 Banduluka e-Etham babuyela ngasePihahiroti,+ emelene neBhahali-tsefon;+ bamisa iinkampu phambi kweMigdoli.+