IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Baqhubeka besithi oonyana bakaSirayeli kubo: “Akwaba besife+ sisandla sikaYehova ezweni laseYiputa xa sasihleli ngasezimbizeni zenyama,+ sisidla isonka sanele, ngokuba nisikhuphele kule ntlango ukuze nilibulale eli bandla liphela ngendlala.”+

  • Eksodus 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Banxanelwa amanzi apho abantu, baza bammbombozelela uMoses abantu besithi: “Kutheni na usinyuse saphuma eYiputa ukuze usibulale ngonxano, thina noonyana bethu nemfuyo yethu?”+

  • Numeri 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango!

  • INdumiso 106:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Bona ke ookhokho bethu eYiputa,

      Abazange babonakalise nakuphi na ukuyiqiqa imisebenzi yakho emangalisayo.+

      Abazange babukhumbule ububele bakho bothando obuninzi,+

      Kodwa baziphatha ngemvukelo elwandle, kuLwandle Olubomvu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share