INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ INdumiso 148:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Mabalidumise igama likaYehova,+Kuba ligama lakhe lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+Isidima sakhe siphezu komhlaba nezulu.+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+
13 Mabalidumise igama likaYehova,+Kuba ligama lakhe lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+Isidima sakhe siphezu komhlaba nezulu.+