Nehemiya 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwindawo eniya kuva kuyo isigodlo, niya kuya apho ukuze niqokelelane ndawonye nathi. UThixo wethu uya kusilwela.”+ INdumiso 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”+“NguYehova owomeleleyo nonamandla,+UYehova onamandla edabini.”+
20 Kwindawo eniya kuva kuyo isigodlo, niya kuya apho ukuze niqokelelane ndawonye nathi. UThixo wethu uya kusilwela.”+
8 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”+“NguYehova owomeleleyo nonamandla,+UYehova onamandla edabini.”+