Genesis 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uThixo wamkhumbula+ uNowa nawo onke amarhamncwa nazo zonke izilwanyana zasekhaya ezazikunye naye emkhombeni,+ waza uThixo wabangela ukuba kudlule umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuwutha.+ Eksodus 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+
8 Emva koko uThixo wamkhumbula+ uNowa nawo onke amarhamncwa nazo zonke izilwanyana zasekhaya ezazikunye naye emkhombeni,+ waza uThixo wabangela ukuba kudlule umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuwutha.+
21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+