Luka 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo. Hebhere 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+
5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo.
28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+