Duteronomi 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile. Yoshuwa 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lathi kumadoda lawo: “Ndiyazi ukuba uYehova ngokuqinisekileyo uza kuninika eli lizwe,+ nokuba sifikelwe kukothuka ngenxa yenu,+ nokuba bonke abemi belizwe batyhafe iintliziyo ngenxa yenu.+
25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile.
9 Lathi kumadoda lawo: “Ndiyazi ukuba uYehova ngokuqinisekileyo uza kuninika eli lizwe,+ nokuba sifikelwe kukothuka ngenxa yenu,+ nokuba bonke abemi belizwe batyhafe iintliziyo ngenxa yenu.+