Duteronomi 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “UYehova waba nomsindo kum ngenxa yenu,+ kangangokuba wafunga ukuba andiyi kuyiwela iYordan okanye ndiye ezweni elihle akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa.+ INdumiso 44:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+ INdumiso 78:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Wabazisa kummandla wakhe ongcwele,+Lo mmandla weentaba owazuzwa sisandla sakhe sokunene.+ INdumiso 80:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wawenza wemka umdiliya eYiputa.+Wazigxotha iintlanga, ukuze uwutyale.+
21 “UYehova waba nomsindo kum ngenxa yenu,+ kangangokuba wafunga ukuba andiyi kuyiwela iYordan okanye ndiye ezweni elihle akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa.+
2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+