Eksodus 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yabona ke, mna ndoziyeka zibe lukhuni iintliziyo zamaYiputa,+ angene emva kwabo ukuze ndifumane uzuko ngoFaro nangomkhosi wakhe wonke, ngeenqwelo zakhe zokulwa nangamajoni akhe akhwele emahasheni.+ Eksodus 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.”
17 Yabona ke, mna ndoziyeka zibe lukhuni iintliziyo zamaYiputa,+ angene emva kwabo ukuze ndifumane uzuko ngoFaro nangomkhosi wakhe wonke, ngeenqwelo zakhe zokulwa nangamajoni akhe akhwele emahasheni.+
11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.”