Eksodus 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wasolula ngoko nangoko uMoses isandla sakhe phezu kolwandle, lwaza ulwandle lwabuyela kwimeko yalo eqhelekileyo ekuzeni kokusa. Asaba kulo amaYiputa, kodwa uYehova wawavuthululela amaYiputa phakathi elwandle.+
27 Wasolula ngoko nangoko uMoses isandla sakhe phezu kolwandle, lwaza ulwandle lwabuyela kwimeko yalo eqhelekileyo ekuzeni kokusa. Asaba kulo amaYiputa, kodwa uYehova wawavuthululela amaYiputa phakathi elwandle.+