Eksodus 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndiya kuninisela isonka esivela emazulwini;+ yaye bamele baphume abantu, ngamnye abuthe isabelo sakhe semini,+ ukuze ndibavavanye enoba bohamba emthethweni wam kusini na.+ Duteronomi 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na. 1 Petros 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.
4 Wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndiya kuninisela isonka esivela emazulwini;+ yaye bamele baphume abantu, ngamnye abuthe isabelo sakhe semini,+ ukuze ndibavavanye enoba bohamba emthethweni wam kusini na.+
2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.
7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.