Eksodus 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baluthabatha ke uthuthu lwaseziko baza bema phambi koFaro, waza uMoses waluphosela ngasemazulwini, lwaba ngamathumba anamadyungudyungu,+ kubantu nakwizilo. Duteronomi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.
10 Baluthabatha ke uthuthu lwaseziko baza bema phambi koFaro, waza uMoses waluphosela ngasemazulwini, lwaba ngamathumba anamadyungudyungu,+ kubantu nakwizilo.
15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.