IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.

  • Nehemiya 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kwaye wabalungiselela ukutya entlango iminyaka engamashumi amane.+ Abazange baswele nto.+ Izambatho zabo azizange ziphele,+ neenyawo zabo azizange zidumbe.+

  • INdumiso 78:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Waqhubeka ebanisela imana ukuba badle,+

      Waza wabanika nokudla okuziinkozo kwezulu.+

  • Yohane 6:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Ookhokho benu batya imana+ entlango ukanti bafa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share