Eksodus 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko nangoko uMoses noAron benjenjalo,+ kanye njengoko wayeyalele uYehova,+ wayiphakamisa intonga waza wawabetha amanzi oMlambo umNayile phambi kwamehlo kaFaro nabakhonzi bakhe,+ aza ajika aba ligazi onke amanzi oMlambo umNayile.+
20 Ngoko nangoko uMoses noAron benjenjalo,+ kanye njengoko wayeyalele uYehova,+ wayiphakamisa intonga waza wawabetha amanzi oMlambo umNayile phambi kwamehlo kaFaro nabakhonzi bakhe,+ aza ajika aba ligazi onke amanzi oMlambo umNayile.+