Numeri 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Andikwazi, mna, ukusithwala sonke esi sizwana ndedwa, ngokuba sindinzimele.+ Duteronomi 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ndathi kuni ngelo xesha, ‘Andinakunithwala ndedwa.+ IZenzo 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko abalishumi elinesibini bayibizela kubo inkitha yabafundi baza bathi: “Akukholekanga ngathi ukuba sishiye ilizwi likaThixo ukuze sabe ukutya ezitafileni.+
2 Ngoko abalishumi elinesibini bayibizela kubo inkitha yabafundi baza bathi: “Akukholekanga ngathi ukuba sishiye ilizwi likaThixo ukuze sabe ukutya ezitafileni.+