Duteronomi 32:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Njengokhozi luxhokonxa indlwane yalo,Lundanda phezu kwamantshontsho alo,+Luwolule amaphiko alo, luwathabathe,Luwathwale ngamaphiko alo,+ Isaya 63:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+
11 Njengokhozi luxhokonxa indlwane yalo,Lundanda phezu kwamantshontsho alo,+Luwolule amaphiko alo, luwathabathe,Luwathwale ngamaphiko alo,+ Isaya 63:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+
9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+