Genesis 19:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wandula ke wakhangela ezantsi ngaseSodom naseGomora nakulo lonke ilizwe leso Sithili waza wabona umbono. Yabona, nako kunyuka intshinyela yomsi kwelo lizwe injengentshinyela yomsi weziko!+ INdumiso 144:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Owu Yehova, thoba amazulu akho ukuze uhle;+Chukumisa iintaba ukuze ziqhume.+
28 Wandula ke wakhangela ezantsi ngaseSodom naseGomora nakulo lonke ilizwe leso Sithili waza wabona umbono. Yabona, nako kunyuka intshinyela yomsi kwelo lizwe injengentshinyela yomsi weziko!+