11 Kodwa lathi: “Phuma, uze ume entabeni phambi kukaYehova.”+ Kwaye, khangela! uYehova wayedlula,+ yaye umoya omkhulu wawudiliza iintaba uqhekeza neengxondorha phambi kukaYehova.+ (UYehova wayengekho kuloo moya.) Emva komoya kwabakho inyikima.+ (UYehova wayengekho kuloo nyikima.)