INdumiso 81:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mna, Yehova, ndinguThixo wakho,+Lowo ukunyusa akukhuphe elizweni laseYiputa.+Wuvule ube banzi umlomo wakho, ndiya kuwuzalisa.+ Hoseya 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Kodwa mna ndinguYehova uThixo wakho kwasezweni laseYiputa,+ yaye kwakungekho Thixo wawumazi; kwakungekho msindisi ngaphandle kwam.+ Roma 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+
10 Mna, Yehova, ndinguThixo wakho,+Lowo ukunyusa akukhuphe elizweni laseYiputa.+Wuvule ube banzi umlomo wakho, ndiya kuwuzalisa.+
4 “Kodwa mna ndinguYehova uThixo wakho kwasezweni laseYiputa,+ yaye kwakungekho Thixo wawumazi; kwakungekho msindisi ngaphandle kwam.+
29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+