IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba akusayi kuqubuda komnye uthixo,+ ngokuba uYehova, ogama lakhe linguKhwele, unguThixo onekhwele;+

  • Numeri 25:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “UFinehasi+ unyana kaEleyazare unyana ka-Aron umbingeleli uyibuyisile ingqumbo yam+ koonyana bakaSirayeli ngokungakunyamezeli kwakhe ukusukuzana kwabo nam,+ ukuze ndingabatshabalalisi oonyana bakaSirayeli ngokuzingisa kwam ekufuneni uzinikelo olupheleleyo.+

  • Mateyu 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+

  • Luka 10:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ekuphenduleni wathi: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangamandla akho ephela nangengqondo yakho iphela,’+ nokuthi, ‘ummelwane wakho njengawe siqu.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share