Duteronomi 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+ Duteronomi 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+ INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu. Roma 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Enyanisweni, ngokubhekisele kwiindaba ezilungileyo baziintshaba ngenxa yenu,+ kodwa ngokubhekisele ekunyuleni [kukaThixo] baziintanda ngenxa yookhokho babo.+
37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+
10 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
28 Enyanisweni, ngokubhekisele kwiindaba ezilungileyo baziintshaba ngenxa yenu,+ kodwa ngokubhekisele ekunyuleni [kukaThixo] baziintanda ngenxa yookhokho babo.+