Levitikus 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko othetha kakubi ngegama likaYehova makabulawe afe.+ Indibano iphela yomgibisela ngamatye. Umphambukeli kwanoyinzalelwane yenu othe wathetha kakubi ngalo iGama makabulawe.+ Duteronomi 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi nabani na oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+ Yoshuwa 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Naku esiya kukwenza kuwo ngoxa siwayekile ukuba aphile, ukuze singabi nakucaphuka phezu kokuba sasiwafungele isifungo.”+
16 Ngoko othetha kakubi ngegama likaYehova makabulawe afe.+ Indibano iphela yomgibisela ngamatye. Umphambukeli kwanoyinzalelwane yenu othe wathetha kakubi ngalo iGama makabulawe.+
11 “‘Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi nabani na oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+
20 Naku esiya kukwenza kuwo ngoxa siwayekile ukuba aphile, ukuze singabi nakucaphuka phezu kokuba sasiwafungele isifungo.”+