IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Siphawuleni isibakala sokuba uYehova eninike isabatha.+ Kungenxa yoko le nto ngomhla wesithandathu eninika isonka semihla emibini. Ngamnye kuni makahlale endaweni yakhe.+ Makungabikho bani uphumayo endaweni yakhe ngomhla wesixhenxe.”

  • Duteronomi 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo,+ wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nenkunzi yakho yenkomo ne-esile lakho naso nasiphi na isilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho,+ ukuze liphumle ikhoboka lakho nekhobokazana lakho njengawe.+

  • Nehemiya 13:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 NamaTire+ ayehlala esixekweni, esizisa iintlanzi nalo lonke uhlobo lwezorhwebo+ yaye ethengisa ngesabatha koonyana bakaYuda naseYerusalem.

  • Yohane 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ukuba umntu wamkela ulwaluko ngesabatha ukuze umthetho kaMoses ungaphulwa, nivutha ngumsindo na ngenxa yokuba ndiphilise umntu ngesabatha?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share