Levitikus 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Yoyikani elowo unina noyise,+ nizigcine iisabatha zam.+ NdinguYehova uThixo wenu. Duteronomi 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Beka uyihlo nonyoko,+ kanye njengoko ekuyalele uYehova uThixo wakho; ukuze yolulwe imihla yakho nokuze kulunge kuwe+ emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho. Mateyu 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+ Efese 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Beka uyihlo nonyoko”;+ wona lowo ngumyalelo wokuqala onesithembiso esithi:+
16 “‘Beka uyihlo nonyoko,+ kanye njengoko ekuyalele uYehova uThixo wakho; ukuze yolulwe imihla yakho nokuze kulunge kuwe+ emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.
4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+