IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+

  • Duteronomi 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Uze ungakrexezi.+

  • IMizekeliso 6:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Nabani na okrexeza nomfazi uswele intliziyo;+ owenza oko wonakalisa umphefumlo wakhe.+

  • Mateyu 5:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Nivile ukuba kwathiwa, ‘Uze ungakrexezi.’+

  • Mateyu 5:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kodwa mna ndithi kuni wonk’ ubani oqhubeka ekhangela umfazi+ ngokokude amkhanuke sele emkrexezile+ entliziyweni yakhe.+

  • Roma 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba uluhlu lwemithetho oluthi, “Uze ungakrexezi,+ Uze ungabulali,+ Uze ungebi,+ Uze ungakhanuki,”+ nawo nawuphi na omnye umyalelo okhoyo, ushwankathelwa ngeli lizwi, lokuba, “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.”+

  • 1 Korinte 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+

  • Hebhere 13:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share