Eksodus 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ngomhla wesithathu, kwakusa, kwabakho iindudumo nemibane,+ nelifu elinzima+ phezu kwentaba nesandi esikhulu sesigodlo,+ bangcangcazela bonke abantu ababesenkampini.+ Hebhere 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba anisondelanga kwinto enokuphathwa+ netshiswe ngomlilo,+ nakwilifu elimnyama nesithokothoko sobumnyama nesivuthuvuthu,+
16 Kwathi ngomhla wesithathu, kwakusa, kwabakho iindudumo nemibane,+ nelifu elinzima+ phezu kwentaba nesandi esikhulu sesigodlo,+ bangcangcazela bonke abantu ababesenkampini.+
18 Kuba anisondelanga kwinto enokuphathwa+ netshiswe ngomlilo,+ nakwilifu elimnyama nesithokothoko sobumnyama nesivuthuvuthu,+