IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 22:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ke kaloku emva kwezi zinto uTHIXO oyinyaniso wamvavanya+ uAbraham. Ngako oko wathi kuye: “Abraham!” wathi yena: “Ndilapha!”+

  • Duteronomi 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share