17 Ekugqibeleni uNahaman wathi: “Ukuba akusamkeli, nceda, umkhonzi wakho makanikwe umhlaba,+ umthwalo weemeyile ezimbini; ngenxa yokuba umkhonzi wakho akayi kuphinda enze umnikelo otshiswayo okanye umbingelelo kubo nabaphi na abanye oothixo ngaphandle koYehova.+