Duteronomi 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+ 2 Kronike 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ndiya kunyula iYerusalem+ ukuba igama lam libe lapho, yaye ndiya kunyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.’+
5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+
6 Kodwa ndiya kunyula iYerusalem+ ukuba igama lam libe lapho, yaye ndiya kunyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.’+