Genesis 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wathi ke uSarayi kuAbram: “Ukoniwa kwam makube phezu kwakho. Mna lo ndanikela isicakakazi sam esifubeni sakho, saza sakuqonda ukuba simithi, ndadeleka emehlweni aso. Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe.”+ Galati 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokomzekelo, kubhaliwe ukuba uAbraham wazuza oonyana ababini, omnye ngesicakazana+ yaye omnye ngomfazi okhululekileyo;+
5 Wathi ke uSarayi kuAbram: “Ukoniwa kwam makube phezu kwakho. Mna lo ndanikela isicakakazi sam esifubeni sakho, saza sakuqonda ukuba simithi, ndadeleka emehlweni aso. Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe.”+
22 Ngokomzekelo, kubhaliwe ukuba uAbraham wazuza oonyana ababini, omnye ngesicakazana+ yaye omnye ngomfazi okhululekileyo;+