Zekariya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+ Mateyu 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko kwazaliseka oko kwathethwa ngoYeremiya umprofeti, esithi: “Yaye bathabatha amaqhosha esilivere angamashumi amathathu,+ ixabiso awayexabisa lona umntu, lowo bambi boonyana bakaSirayeli babembekela ixabiso,
12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+
9 Ngoko kwazaliseka oko kwathethwa ngoYeremiya umprofeti, esithi: “Yaye bathabatha amaqhosha esilivere angamashumi amathathu,+ ixabiso awayexabisa lona umntu, lowo bambi boonyana bakaSirayeli babembekela ixabiso,