IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Xa kuthe kwatsha umlilo waza wanwenwela emeveni, wazitshisa zaphela izithungu okanye ukudla okuziinkozo okungekavunwa, okanye intsimi,+ lowo uwuphembileyo umlilo lowo makakubuyekeze oko kutshileyo.

  • Eksodus 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Kodwa ukuba ubani uboleke nto ithile kwidlelane lakhe,+ yaza yenzakala okanye yafa engekho umniniyo, makayibuyekeze.+

  • Duteronomi 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Xa uthe wakha indlu entsha, umele ulwenzele ungqameko uphahla lwakho,+ ukuze ungazisi tyala lagazi endlwini yakho xa athe wawa owayo kuyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share