2 Samuweli 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke lona ithokazi lemvu ifanele ilibuyekeze+ ngamane,+ ngenxa yokuba yenze le nto nangenxa yokuba ingabanga namfesane.”+ Luka 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa uZakeyu waphakama waza wathi kuyo iNkosi: “Khangela! Isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinikela kumahlwempu, yaye nakuphi na endikuphange kuye nabani na ngesimangalo sobuxoki+ ndikubuyisela ngokuphindwe kane.”+
6 Ke lona ithokazi lemvu ifanele ilibuyekeze+ ngamane,+ ngenxa yokuba yenze le nto nangenxa yokuba ingabanga namfesane.”+
8 Kodwa uZakeyu waphakama waza wathi kuyo iNkosi: “Khangela! Isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinikela kumahlwempu, yaye nakuphi na endikuphange kuye nabani na ngesimangalo sobuxoki+ ndikubuyisela ngokuphindwe kane.”+