Eksodus 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Uze ungebi.+ Roma 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba uluhlu lwemithetho oluthi, “Uze ungakrexezi,+ Uze ungabulali,+ Uze ungebi,+ Uze ungakhanuki,”+ nawo nawuphi na omnye umyalelo okhoyo, ushwankathelwa ngeli lizwi, lokuba, “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.”+ 1 Korinte 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 namasela, nabantu ababawayo,+ namanxila,+ nabatshabhisi, nabaphangi abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+ Efese 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo ubayo makangabi seba,+ kunoko makasebenze nzima, esenza umsebenzi olungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento yokwabela lowo usweleyo.+ 1 Petros 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, makungabikho namnye kuni obandezeleka+ ngenxa yokuba engumbulali okanye isela okanye umenzi-bubi okanye ugqada-mbekweni+ kwimicimbi yabanye abantu.
9 Kuba uluhlu lwemithetho oluthi, “Uze ungakrexezi,+ Uze ungabulali,+ Uze ungebi,+ Uze ungakhanuki,”+ nawo nawuphi na omnye umyalelo okhoyo, ushwankathelwa ngeli lizwi, lokuba, “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.”+
10 namasela, nabantu ababawayo,+ namanxila,+ nabatshabhisi, nabaphangi abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+
28 Lowo ubayo makangabi seba,+ kunoko makasebenze nzima, esenza umsebenzi olungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento yokwabela lowo usweleyo.+
15 Noko ke, makungabikho namnye kuni obandezeleka+ ngenxa yokuba engumbulali okanye isela okanye umenzi-bubi okanye ugqada-mbekweni+ kwimicimbi yabanye abantu.