Mateyu 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ngenxa yokuba wayengenayo indlela yokuzihlawula, inkosi yakhe yayalela ukuba kuthengiswe yena nomfazi wakhe nabantwana bakhe nazo zonke izinto awayenazo, kuhlawulwe.+
25 Kodwa ngenxa yokuba wayengenayo indlela yokuzihlawula, inkosi yakhe yayalela ukuba kuthengiswe yena nomfazi wakhe nabantwana bakhe nazo zonke izinto awayenazo, kuhlawulwe.+